Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa
  • EMoscow, eRashiya—AmaNgqina kaYehova ancokola ngeBhayibhile kwiNikolskaya Street

UKUNCEDA ABANTU

AmaNgqina KaYehova Ancedisa Ekuyenzeni Ibe Ntle IRostov-on-Don

Isixeko saseRostov-on-Don, eRashiya, sakhupha ileta ewabulelayo newancomayo amaNgqina KaYehova ngomsebenzi awenzileyo wokusenza sibe sihle isixeko ngentwasahlobo.

IZIGANEKO EZIKHETHEKILEYO

IQumrhu Elilawulayo Likhuthaza AmaNgqina AseRashiya NaseUkraine

Amalungu eQumrhu Elilawulayo lamaNgqina kaYehova atyelela eRashiya naseUkraine ukuze omeleze amaNgqina achatshazelwe zizidubedube zezopolitiko.

IMBONISELO—YOKUFUNDISA

Ukhuthazo Oluphuma “Emilonyeni Yabantwana”

Funda indlela abantwana baseRashiya abakhuthazwa ngayo ngabahlobo babo abangamaKristu.