Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa
  • EWaitemata Harbour, eAuckland, eNew Zealand​—AmaNgqina KaYehova ashumayela kumlobi ngokungacwangciswanga

UVUKANI!

Ukutyelela ENew Zealand

Ngoxa iNew Zealand ililizwe elimi lodwa, nyaka ngamnye kufika iindwendwe ezimalunga neemiliyoni ezintathu. Yintoni ezitsalela kweli lizwe?