Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

Khetha ulwimi IsiXhosa
  • EVenice, eItaly—AmaNgqina kaYehova ancokola ngevesi yeBhayibhile ekhuthazayo

IZIGANEKO EZIKHETHEKILEYO

Indibano YesiTagalog ERoma—“Ibikukumanyaniswa Kwentsapho Enkulu!”

Kumawaka amaNgqina kaYehova athetha isiTagalog aseYurophu, le ibiyindibano yokuqala yeentsuku ezintathu ngolwimi lwawo.

UVUKANI!

Ukutyelela EItali

I-Itali yaziwa ngembali yayo, umhlaba owohlukahlukeneyo nabantu abanobubele. Funda ngakumbi ngeli lizwe nomsebenzi wamaNgqina kaYehova kulo.

UKUNCEDA ABANTU

“Ningumzekelo Omhle!”

Emva kwesikhukula nokugqunyelelwa kwabantu ludaka eItaly, iqela labantu ababesebenza ngokuzithandela lasebenza lisusa udaka nengqushu.