Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa
  • ELondon, eNgilani​—⁠AmaNgqina kaYehova athetha nabantu abanqumla iWestminster Bridge

ULWAKHIWO

Iifoto Zesibini ZaseBritani (Ukususela NgoSeptemba 2015 Ukuya Kutsho NgoAgasti 2016)

Amatsha ntliziyo angamaNgqina KaYehova nabasebénzi abatyeleleyo balungiselela umsebenzi ommninzi wokwakha kwisiza.

ULWAKHIWO

Ukukhusela Izilwanyana EChelmsford

AmaNgqina KaYehova eBritani aye aqalisa ukwakha iofisi yesebe entsha kufutshane neChelmsford. Enza ntoni ukuze akhusele izilwanyana?

UMSEBENZI WOKUPAPASHA

Kusasazwa Iindaba Ezilungileyo Ngeelwimi Zomthonyama EIreland NaseBritani

AmaNgqina kaYehova enza umgudu okhethekileyo wokufikelela abantu abafunda okanye abathetha isiGaelic saseSkotlani, isi-Irish nesiWelsh. Abantu baye basabela njani?