Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

Khetha ulwimi IsiXhosa
  • EMarburg, eJamani—AmaNgqina kaYehova ancokola ngethemba eliseBhayibhileni kufutshane nenkampu yeembacu

  • EFrankfurt, eJamani​—AmaNgqina kaYehova athetha ngobulumko obuluncedo obufumaneka eBhayibhileni

  • EMarburg, eJamani—AmaNgqina kaYehova ancokola ngethemba eliseBhayibhileni kufutshane nenkampu yeembacu

  • EFrankfurt, eJamani​—AmaNgqina kaYehova athetha ngobulumko obuluncedo obufumaneka eBhayibhileni

UKUSHUMAYELA ESIDLANGALALENI

Iitroli EJamani Ziya Eholideyini

AmaNgqina KaYehova abeka iitroli eBerlin, eCologne, eHamburg, eMunich nakwezinye iidolophu. Ngaba ezi troli ziza kuthandwa eJamani apho abantu badla ngokuya khona eholideyini?

UKUSHUMAYELA ESIDLANGALALENI

AmaRomani NamaSinti AseJamani Afumana Iindaba Ezilungileyo

Kwiphulo elikhethekileyo ebelikho ngo2016, amaNgqina KaYehova ahambisa amaphecana neencwadana eziphantse zibe yi-3000. Ancokola namaSinti namaRomani angaphezu kwe-360, aza aqalisa izifundo zeBhayibhile nayi-19.

IZIGANEKO EZIKHETHEKILEYO

Bamanyaniswe Luthando—Indibano YaseFrankfurt, EJamani

Abantu abaninzi abasuka kwiindawo neemvelaphi ezahlukahlukeneyo baseluxolweni bonke.

UBOMI BASEBHETELI

Ukubukwa Kwesebe LaseJamani

Eli sebe lamema abamelwane, oosomashishini kuquka nezidwesha zalapho ukuze zize kubuka. Umxholo waloo mini wawusithi “Iminyaka Eyi-30 ESelters.” Bathini abanye ababelapho kwabo bayi-3 000?