Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa
  • Kufutshane neKisangani, eDemocratic Republic of the Congo—AmaNgqina kaYehova ashumayela kumlobi eWagenia (eStanley) Falls

UMSEBENZI WOKUPAPASHA

Ukusasaza Uncwadi LweBhayibhile ECongo

Nyanga nganye, amaNgqina kaYehova athatha uhambo olude ukuze ase iiBhayibhile noncwadi olusekelwe eBhayibhileni kubantu baseDemocratic Republic of the Congo.