Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa
  • KuLwandle lwaseCopacabana, eRio de Janeiro, eBrazil—AmaNgqina kaYehova ancokola ngeBhayibhile kubantu basekuhlaleni

ULWAKHIWO

IHolo YeNdibano Kwihlathi LeAmazon

Ukuze baye kwiHolo yeNdibano amanye amaNgqina ahamba ngesikhephe iintsuku zide zibe ntathu!

UKUSHUMAYELA ESIDLANGALALENI

Ukushumayela NgakuMlambo WeXingu

Iqela lamaNgqina lasebenzisa isikhephe esiziimitha eziyi-15 ukuze lishumayele ngoBukumkani bukaThixo kubantu abahlala ngasemlanjeni.

UVUKANI!

Ukutyelela EBrazil

IBrazil igubungela phantse isiqingatha soMzantsi Merika. Funda ngemvelaphi yaseBrazil kunye nabantu bayo abohlukahlukeneyo.

IMBONISELO (YOKUFUNDISA)

Bazinikela Ngokuvumayo—EBrazil

Funda amava akhuthazayo abo baye bafudukela kwezinye iindawo ukuze bakhonze uYehova ngokuzinikela.