Yintoni UBukumkani BukaThixo?

Yintoni UBukumkani BukaThixo?

Eyona nto wayefundisa ngayo uYesu yayibuBukumkani bukaThixo. Yintoni uBukumkani? Buza kukunceda njani wena?