Intshayelelo

Intshayelelo

Ngaba ubusazi ukuba amaNgqina kaYehova apapasha iincwadi eziguqulelwe ngeelwimi ezingaphezu kwe-750?

Kutheni sisenjenjalo? Ukuze isigidimi seBhayibhile sifikelele ‘kuzo zonke iintlanga nezizwe neelwimi nabantu.’—ISityhilelo 14:6.

Lo “Vukani!” ubonisa indlela esiwenza ngayo lo msebenzi.