Amabali Obomi AmaNgqina KaYehova
Emhlabeni wonke, amadoda namabhinqa aye enza ukukhonza uYehova eyona nto ibalulekileyo ebomini bawo. Amabali abo aza kukwenza ube nesibindi aze omeleze ukholo lwakho.
Amabali Obomi Akwimagazini Zethu
Fumana iilinki zamabali obomi amaNgqina kaYehova aphuma kwiMboniselo nakuVukani! ukususela ngo-1955.
UKARL RIETZ
Ndibonile Ukuba Akukho Nto Inokuxaka UYehova
Njengoko kwakuhamba iminyaka, uKarl wabona indlela uYehova awuxhasa ngayo umsebenzi wokuprinta eBrazil kuba kwakufuneka iimpapasho ezininzi.
UPETER HAMADEJ
UYehova Usincede Senza Izigqibo Zobulumko
UPeter nenkosikazi yakhe uLenka, baba neengxaki ezinzima ebomini babo. UYehova wabanceda benza izigqibo zobulumko naxa kwakunzima.
UCAROL APPLEBY
UYehova Wandinceda Ndakhulisa Abantwana Bam Abahlanu
UYehova wanceda uCarol wakwazi ukumelana neengxaki awabanazo xa wayekhulisa abantwana bakhe ukuze babe ngamaNgqina athembekileyo.
UVIRGILIJUS PUDŽIUVYS
UYehova Usoloko Esinika Indlela Yokuphuma Kwisilingo
Nangona wayetshutshiswa, ecinezelwa ngurhulumente ibe evalelwa etrongweni, uVirgilijus kunye nenkosikazi yakhe bayibona indlela uYehova awaqhubeka eyiphendula ngayo imithandazo yabo.
UOLEH RADZYMINSKYI
Ukuvalelwa Etrongweni Zange Kundahlukanise NoYehova
UOleh kwafuneka abonise ukuba umthembile uYehova xa wayesesikolweni, esetrongweni naxa kwakufuneka anyangwe ngokungxamisekileyo. Funda ngendlela uOleh awahlala emthembe ngayo uYehova kubo bonke ubomi bakhe.
UWARREN REYNOLDS
Ndiyavuya Kuba Ndaye Ndakhetha Lo Msebenzi
UWarren nomfazi wakhe, uLeann, baye babona ukuba uYehova angakwazi ukubaqeqesha ukuze benze nawuphi na umsebenzi abanika wona ukuba bayavuma.
UKAMAL VIRDEE
“Ndandisoloko Ndifuna Ubulungisa”
UKamal noodade wabo baphathwa kakubi baza batshutshiswa kakhulu yintsapho yabo. Kodwa wayifumana eyona nto incedayo kuba ethanda ubulungisa, ibe uye wakhonza uYehova evuya kwizabelo ezininzi.
UIBOLYA BARTHA
Ndamnceda Umyeni Wam ‘Ndingakhange Ndithethe’
UIbolya wanyamezela ukuchaswa ngumyeni wakhe iminyaka eyi-13. Kuyo yonke loo nto, wafunda ukuba banokutshintsha.
UHÅKAN DAVIDSSON
Ukuxhasa Ukusasazwa Kwenyaniso YeBhayibhile
UHåkan wayezimisele ukukhonza uYehova endaweni yokulandela oontanga. Ngoku, emva kweminyanga engaphezu kweyi-50, uye wasikelelwa ngokuzibonela ngokwakhe iindaba ezilungileyo zifikelela kubantu bazo zonke izizwe, iintlanga, neelwimi.
UMILES NORTHOVER
UYehova Wandisikelela Ngokusebenza Nzima Ngezandla Zam
Ukufunda intetho yolwimi yezandla kwamnceda uMiles kubomi bakhe. Xa ejonga kule minyaka mihlanu idlulileyo, ukhumbula indlela ekuye kwaba mnandi ngayo ukunceda abazalwana abangevayo eBritani.
UIRMA BENTIVOGLI
Ndikhonza UThixo Osinika “Nasiphi Na Isipho Esihle”
Nangona uIrma esazikhumbula izinto ezenzeka kwiMfazwe Yehlabathi Yesibini, unombulelo ngezipho azinikwe nguYehova ezifana nabantu abamkhonza ngokuzimisela nangokukhonza eBheteli.
UASTER PARKER
Ndandifuna Ukuphilela UYehova Ngokupheleleyo
UAster wayithanda inyaniso esemncinci. Kwabakho iingxaki zeepolitiki e-Ethiopia, ngoko kwafuneka abonise ukuba unokholo nyhani xa wayebanjiwe. Ekuhambeni kwexesha, wakhonza eBheteli ibe waphinda wakhulisa oonyana abathathu.
UJAY CAMPBELL
Ndandiziva Ndingabalulekanga Kodwa Ndenziwa Umntu
UJay wakhula ekhubazekile, esokola ibe engakwazi nokuya esikolweni. Nangona enezo ngxaki, uncede abantu abathathu babhaptizwa ibe usakhuthele entsimini.
UTAPANI VIITALA
Ndanceda Abantu Abangevayo Njengokuba Ndandifuna
UTapani wayeshumayela iindaba ezilungileyo kubantu abangevayo eFinland, e-Estonia, eLatvia, naseLithuania. Nasemva kweminyaka eyi-60 ebhaptiziwe, usakhuthele nangoku!
UPHYLLIS LIANG
UYehova Wakusikelela Ukuzimisela Kwam
UPhyllis sele enze izabelo ezininzi. Uye wasikelelwa ngendlela abangayilindelanga ngenxa yokuzimisela naxa kukho utshintsho neengxaki.
UCAMILLA ROSAM
Ndazixelela Ukuba Ndiza Kuthobela UYehova
Ezona zinto zazibalulekile ebomini bukaCamilla nomyeni wakhe uEugene, kukuthanda uYehova nokuthobela yena nentlangano Yakhe.
DAVID MAZA
Safunda Ukonwaba Nasemva Kokwehlelwa Yinto Ebuhlungu
Indlela enye intsapho eyaphola ngayo kwinxeba lokuswelekelwa elalinzima nelalibuhlungu. Ibali labo linokunceda nabanye bamthembe uYehova.
UJESÚS MARTÍN
“UYehova Wandihlangula Xa Kwakunzima Kakhulu Kum”
UJesús wafunda ukuthembela kumandla kaYehova ukususela kwixesha apho wayevalelwe kwitrongo emnyama, imdaka nokuba mdaka de wayoshumayela kamnandi njengokuvulindlela othe ngxi.
UDAYRELL SHARP
Ngamandla KaThixo Asibuyi Mva
Nangona babeneengxaki, uDayrell noSusanne Sharp bancede abantu abangaphezu kwabayi-130 babhaptizwa.

Siyaxolisa, akukho magama angqamana nokhetho lwakho.